Перейти к содержимому

"CAF Super Cup is NOT the Soweto Derby!" - Lindo Pep, Shakes Ngwenya | Talking Sundowns

SoccerBeat Yethu и SoccerBeat

0:00 / 0:00

"CAF Super Cup is NOT the Soweto Derby!" - Lindo Pep, Shakes Ngwenya | Talking Sundowns

13 797 просмотров · 9 ч назад
SoccerBeat Yethu и SoccerBeat
13 797 просмотров · 9 ч назад
Hayi bo, Shakes noLindo bebengazibambanga! 🔥 From the FIFA Club World Cup ukuya kwi-CAF Champions League, apho iMasandawana ibonise khona ukuba ingakhuphisana nezona klabhu zibalaseleyo emhlabeni, ukuya ekuphakamiseni i-Intercontinental Cup – Sundowns bayaqhubeka nokuphakamisa iflegi yaseMzansi! Kodwa umbuzo ngulo: *Ingaba iPSL neSouth African football bayayinika na iSundowns inkxaso nentlonipho eyifaneleyo?* The boys get into the fixture scheduling debate, the challenges of competing on multiple fronts and why South African football needs to think bigger when our clubs represent us on the continental and global stage. Ngoku kulindwe iSuper Cup, apho ukuphumelela kunokuvulela iklabhu indlela ebuyela kwiFIFA Club World Cup. *Re a bona!* This conversation is bigger than Sundowns. Imalunga nekamva lebhola yethu, inkxaso yabalandeli kunye nokukhulisa iSouth African football. Wena uthini, Yethu? Siyazixhasa na iiklabhu zethu xa zisilwela e-Afrika, okanye siyazibeka emngciphekweni? *WOZA! WOZA! Let the beat do the talking!*