Iindaba Zethu | 06 October 2026 #iindabazethu
Iindaba Zethu
0:00 / 0:00
Iindaba Zethu | 06 October 2026 #iindabazethu
31 653 просмотра · 12 ч назад
Iindaba Zethu
49,6 тыс. подписчиков
31 653 просмотра · 12 ч назад
00:00 Intro
01:34 Uzakuzimela yedwa uSiyanda Myeza
04:16 Lungxamele ubulungisa usapho
06:39 Lihlehliselwe umhla we-15 ku-October
09:23 Buhlehlisiwe ubungqina buka Feroz Khan
10:11 Bazakuvela kuKhampempe uZuma noMbeki
11:08 Luyavakala ngamandla ulwamvila kubaqhubi
13:24 Onk’amehlo athe ntsho kulonyulo
15:27 Abaxolanga abalandeli bebhol'ekhatywayo
18:07 Libuyele ekhaya iqela leBafana Bafana
20:02 Imozulu yanamhlanje
22:58 Outro
Fumana Iindaba ngolwimi lwesiXhosa kuMzansi Wethu Channel 163 noziphathelwa yiNewzroom Afrika rhoqo ngoLwesibini, NgoLwesine, NgoMgqibelo nangeCawe ngentsimbi yesihlanu emalanga #iindabazethu