Thando Zide & Msaki - Usana (Official Audio)
Thando Zide и Msaki
0:00 / 0:00
Thando Zide & Msaki - Usana (Official Audio)
46 996 просмотров · 2 месяца назад
Thando Zide и Msaki
46 996 просмотров · 2 месяца назад
Usana by Thando Zide & Msaki | https://thandozide.lnk.to/allID
🎵 Listen to Ku Ngawe: • Thando Zide - Ku Ngawe [ALBUM]
Connect with me:
/ thando_zide
/ thandozide
Lyrics:
Umphefumlo wam ulindile
Moya wona ubambene
Izandla zona zikhangezile
Ngilindele ukunyangwa bese
Nami ngike ngilithole ikhefu
Nyangani usana
Mmikiseni entabeni
Mmikiseni emanzini
Ngyangani usana
Ayohlanzeka
Ayohlanzeka
Bazali nakani iingane
Nak’iingane
Naka
Bazali nakani iingane
Nak’iingane
Naka
Bazali nakani iingane
Nak’iingane
Naka
Bazali nakani iingane
Nak’iingane
Mntana omncinci uyeva na
Ndiyalazi ixesha
Kudala ligqithile
Ulindele ilizwi
Elizolungisa isilonda seminyaka
Uyakhanya sana
Uzobekwa entabeni
Uzophila emanzini
Soze ube wedwa
Uhlanjululwe
Uzohlanjululwa
Oh sana
Bazali nakani iingane
Nak’iingane
Naka
Bazali nakani iingane
Nak’iingane
Naka
Bazali nakani iingane
Nak’iingane
Naka
Bazali nakani iingane
Nak’iingane
Ku Ngawe is an 11-track debut album rooted in R&B and soul. Rich, deep, and evocative, the album delivers a sultry winter mood with layered textures and a sound that rewards attentive, deep listening.
#ThandoZide #KuNgawe