Перейти к содержимому

COGHDWG Consultation 2019 - Thixo ulilanga lethu

Guilder X

0:00 / 0:00

COGHDWG Consultation 2019 - Thixo ulilanga lethu

7 175 просмотров · 4 года назад
Guilder X
51,5 тыс. подписчиков
7 175 просмотров · 4 года назад
Cape of Good Hope District Wesley Guild Methodist Xhosa Hymn 18 1. Thixo ulilanga lethu, Uya khanya phezu kwethu; Umphefumlo ungabona Apho ihambela khona. 2. Thixo ulikhaka lethu, Asoyik' iintshaba zethu; Zonke ziya songwa nguWe, Soza ngokonwaba kuWe. 3. Wosiphatha ngobubele, Wosinika ubungcwele; Wopha abakukhonzayo Okuthamsanqelekayo. 4. Ithamsanqa elikhulu, Ithamsanqa elezulu, Likho kothembayo kuWe; Ngokuba ethandwa nguWe. Amen🙏