Funeral Service for the late 𝗥𝗲𝘂𝗯𝗲𝗻 𝗠𝗮𝗸𝗵𝘄𝗲𝘆𝗶 𝗛𝗼𝗵𝗼 ⁽¹⁷ᵗʰ ᴶᵃⁿᵘᵃʳʸ ¹⁹⁵⁹ ⁻ ²⁷ᵗʰ ᴹᵃʸ ²⁰²⁶⁾
Methodist Community (A Holy Convocation)
0:00 / 0:00
Funeral Service for the late 𝗥𝗲𝘂𝗯𝗲𝗻 𝗠𝗮𝗸𝗵𝘄𝗲𝘆𝗶 𝗛𝗼𝗵𝗼 ⁽¹⁷ᵗʰ ᴶᵃⁿᵘᵃʳʸ ¹⁹⁵⁹ ⁻ ²⁷ᵗʰ ᴹᵃʸ ²⁰²⁶⁾
493 просмотра · 2 месяца назад
Methodist Community (A Holy Convocation)
17,2 тыс. подписчиков
493 просмотра · 2 месяца назад
The Funeral Service of Reuben Makhweyi Hoho (17th January 1959 - 27th May 2026) wazalwa ngumama wakhe u Ntombintombi (Eunice) Hoho (1938-2011) kunye noyise wakhe u Ntsodo (Jackson) Mbatsha (1924-1997).
Amabanga akhe aphantsi uwafunde e Phambili Junior Primary School, waze amabanga akhe aphakathi wawafundela Elitheni higher primary School, waze amabanga akhe aphezulu wawafundela e Wongalethu High School,
Uye wayakuxelengela inyama kumzimveliso inkampani yakwa Beard Carpentry. Emva kweminyaka wabuya wazokuncedisa ekhayeni lakhe ekuthengiseni naseku diliveni impahla. Ushiya ngasemva oo dade wabo , abantwana bakhe, abatshana, kunye nabazukulwana.