Hymn 264 ᵛ ³ Uvukile Wena, Ntloko Yaabo bakholwayo.Sakuvuka nathi ngoko, Thina sikholwayo ²⁰/⁰⁴/²⁰²⁵
Methodist Community (A Holy Convocation)
0:00 / 0:00
Hymn 264 ᵛ ³ Uvukile Wena, Ntloko Yaabo bakholwayo.Sakuvuka nathi ngoko, Thina sikholwayo ²⁰/⁰⁴/²⁰²⁵
1 128 просмотров · 1 г. назад
Methodist Community (A Holy Convocation)
17,2 тыс. подписчиков
1 128 просмотров · 1 г. назад
1.Yi Sabatha namhla, nKosi,
IyiMini yaKho ;
baya vuy' abantu baKho
Ngale Mini yaKho.
2.Wawuphuma namhla, nKosi,
Enchwabeni laKho ;
Wakufis' ukufa namhla
Ngokuvuka kwaKho.
3.Uvukile Wena, ntloko
Yaabo bakholwayo.
Sakuvuka nathi ngoko,
Thina sikholwayo.
4.Maliviwe iZwi laKho
Ngabaninzi namhla ;
Ma bavuswe ekufeni,
babe naWe namhla.
5.Sibulela Wena, Yesu
Kuyo le ndlu yaKho ;
Sinezinto zonke thina,
Ngokuvuka kwaKho.
Amen.