Перейти к содержимому

Oko kwanga kulumkile - Central Methodist Mission 901 Good Friday Service 2025 Passover

Vuyo Mafeke

0:00 / 0:00

Oko kwanga kulumkile - Central Methodist Mission 901 Good Friday Service 2025 Passover

7 168 просмотров · 1 г. назад
Vuyo Mafeke
6,06 тыс. подписчиков
7 168 просмотров · 1 г. назад
Oko kwanga kulumkile, Kunamandla, Yesu, kum, Konle se ndikulahlile Ngokukhanya kwaKho kum. Wena nKosi Waba bubulumko kum. Xa umthetho wandityelaKonke ukugwetywa kwam, Ndada andabona ndlela Yokuhlaw’l’itya­la lam, Wena, nKosi, Waba bulungisa bam. Be ndihleli ndincholile, Kwaabumnyama bodwa kum; Uphefumlo wawufile, Kungalunge nento kum. Waza Wena Waba yingcwaliso kum. Ukuxhala ndandikuva, Ndiyibon’ ingozi yam; Ubumnandi andabuva, Ngokoyik’ ukufa kwam; Waza Wena Waba yinkululo yam. Nkosi, ndoqhayisa ngaWe, Ndikuncame okukum; Andinanto ndingenaWe, Wen’ uziinto zonke kum; NKosi, Yesu, Wen’ uziinto zonke kum. Amen