Перейти к содержимому

Imimoya ibiphezulu enkundleni emva komiswa kwetyala lika Vusimuzi Matlala #iindabazethu

Iindaba Zethu

0:00 / 0:00

Imimoya ibiphezulu enkundleni emva komiswa kwetyala lika Vusimuzi Matlala #iindabazethu

7 169 просмотров · 5 часов назад
Iindaba Zethu
47,8 тыс. подписчиков
7 169 просмотров · 5 часов назад
Imimoya ibiphezulu kwinkundla ephakamileyo eRhawutini oku kwenzeka emva kokumiswa kwetyala nalapho kubonakala uVusimuzi Matlala ethethisa igqwetha lakhe, kanti natyholwa naye uMusa Kekana exambulisana namapolisa Fumana Iindaba ngolwimi lwesiXhosa kuMzansi Wethu Channel 163 noziphathelwa yiNewzroom Afrika rhoqo ngoLwesibini, NgoLwesine, NgoMgqibelo nangeCawe ngentsimbi yesihlanu emalanga #iindabazethu