Bongani, Bongani Inkosi Yezulu - St John’s Methodist Church
Lwazi Mpofu
0:00 / 0:00
Bongani, Bongani Inkosi Yezulu - St John’s Methodist Church
14 669 просмотров · 4 года назад
Lwazi Mpofu
10,6 тыс. подписчиков
14 669 просмотров · 4 года назад
1 Bongani, bongani inKosi yezulu,
Kunamhla sibon' ukukhanya kweCawa.
Yimini kaThixo, yimini enkulu,
Yimini yeemini, lichm ebantwini.
2 UThixo wadala izulu nomhlaba,
Wabuya waphumla ngemini yeCawa.
Ithamsanqa laKhe labekwa ke kuyo,
Kungoko loo mini kusithwa ingcwele.
3 Ukristu kanjalo, ngeyaKhe imini,
Wavuk' ekufeni, wabonwa ehleli.
Kungoko kumiswe le mini yenKosi,
Ndaweni yaleya yamiswa kuqala.
4 Ngemini engcwele kundawo ngeendawo
Abantu benKosi bahlanganisene,
Ngo Moya kaThixo, uMoya kabawo,
Besenza inkonzo, bevuya kunene. Amen.