Перейти к содержимому

Hymn 265♡ Bongani Bongani inKosi yeZulu kunamhla sibon' ukukhanya kwe Cawa! ¹⁶/¹⁰/²⁰¹¹

Methodist Community (A Holy Convocation)

0:00 / 0:00

Hymn 265♡ Bongani Bongani inKosi yeZulu kunamhla sibon' ukukhanya kwe Cawa! ¹⁶/¹⁰/²⁰¹¹

8 314 просмотров · 6 л. назад
Methodist Community (A Holy Convocation)
17,2 тыс. подписчиков
8 314 просмотров · 6 л. назад
10th Anniversary Celebration , 16th EyeDwarha 2011 ♥••°♡...☆♡••°♡..♡••°♡..♪ ♫♪ ♫♪ ♥••°♡...☆♡••°♡..♡••°♡. 1.Bongani, Bongani inKosi yeZulu, Kunamhla sibon' ukukhanya kweCawa. YiMini ka Thixo, yiMini enkulu, YiMini yeeMini, licham ebantwini. ♡♡♡ ♡♡♡♡♡♡♡♡♡♡♡♡♡♡♡♡♡♡♡♡♡♡ ღ ღ ღ ღ ღ ღ ღ ღ ღ ღ ღ ღ ღ ღ ღ ღ ღღ ღ 2.UThixo wadala iZulu nomhlaba, Wabuya waphumla ngemini yeCawa. Ithamsanqa laKhe labekwa ke kuyo. Kungoko loo mini kusithwa ingcwele. ღ ღ ღ ღ ღ ღ ღ ღ ღ ღ ღ ღ ღ ღ ღ ღ ღ ღ 3.UKristu kanjalo, ngeyaKhe imini, Wavuk' ekufeni, wabonwa ehleli. Kungoko kumiswe le mini yeNkosi, Ndaweni yaleya yamiswa kuqala. ღ ღ ღ ღ ღ ღ ღ ღ ღ ღ ღ ღ ღ ღ ღღ ღ ღ ღ 4.Ngemini engcwele kundawo ngeendawo Abantu benKosi bahlanganisene, Ngomoya ka Thixo, umoya ka Bawo, Besenza inkonzo, bevuya kunene. ♡♡♡♡♡♡♡♡♡♡♡♡♡♡♡♡♡♡♡♡♡♡♡♡♡♡♡ Amen ¹⁶/¹⁰/²⁰¹¹ ⁽¹⁰ᵗʰ ᵃⁿⁿⁱᵛᵉʳˢᵃʳʸ ᵃˢ ᵃⁿ ⁱⁿᵈᵉᵖᵉⁿᵈᵉⁿᵗ ᶜⁱʳᶜᵘⁱᵗ ᵒᶠ ᶜⁱʳᶜᵘⁱᵗ³¹⁴⁾