Перейти к содержимому

Nzulu yemfihlakalo (HD Video) | YMG Setsokotsane/ Inkanyamba 2024 | Methodist Church of SA

Methodist Content

0:00 / 0:00

Nzulu yemfihlakalo (HD Video) | YMG Setsokotsane/ Inkanyamba 2024 | Methodist Church of SA

8 248 просмотров · 2 г. назад
Methodist Content
19,2 тыс. подписчиков
8 248 просмотров · 2 г. назад
Nzulu yemfihlakalo Nzulu yesimanga Ezalise umhlaba nesibhakabhaka Lenzulu yesimanga ngoka Thixo unyana Oweza ebantwini ngokubasindisa Wabona uluntu lonke luwe esonweni Imiphefumlo yonke ihleli elishweni Wasikwa yimfesane engummangaliso Wathabathela kuye lonke ihlazo labo Kwaba ngummangaliso ukuzalwa kwakhe Waphila wafundisa ngokuncamisayo Waba ngummangaliso umnqamlezo wakhe Wafa woyisa ukufa kwaba sisimanga Hayi obo bunzulu boluthando lwakhe Nalo msebenzi wakhe ongummangaliso Abakholwayo namhla abanakugwetywa Maka dunyiswe Nkosi kuse ephakadeni