Перейти к содержимому

Ndiwe eenyaweni zaKho (adapted from Xhosa 179) | Zone 1 Inkanyamba/Setsokotsane 2024 | Zola Circuit

Methodist Content

0:00 / 0:00

Ndiwe eenyaweni zaKho (adapted from Xhosa 179) | Zone 1 Inkanyamba/Setsokotsane 2024 | Zola Circuit

571 просмотр · 1 год назад
Methodist Content
19,7 тыс. подписчиков
571 просмотр · 1 год назад
1) NDINGUMOONI phambi kwakho, Ndinetyala, Thixo wam! Ndalidela izwi laKho Futhi entliz'yweni yam. Ndaala imithetho yaKho, Ngabo ubugeza bam. 2) Kodwa ngoku ndiza kuWe, Bona iinyembezi zam; Ndiza ndibiziwe nguWe, Yiva ukulila kwam. Bawo, ndinxhamele kuWe. Yiba ungumNcedi wam. 3) Ndizixela phambi kwaKho Zonk' iinkohlakalo zam, Ndiwe eenyaweni zaKho Ekuthandazeni kwam. Ndilifun' itaru lakho Taru! Taru! NKosi yam! Amen.