Перейти к содержимому

Mandihambe Nawe Yesu - Central Methodist Mission 901 Good Friday 2019

Vuyo Mafeke

0:00 / 0:00

Mandihambe Nawe Yesu - Central Methodist Mission 901 Good Friday 2019

17 028 просмотров · 4 года назад
Vuyo Mafeke
6,15 тыс. подписчиков
17 028 просмотров · 4 года назад
Hymn no.70 1 Mandihambe nawe, Yesu, Kuzo zonk'iindlela zam; IZwi lakho mandilive Lonk'ixesha, Nkosi yam. Ko. Ungoyiki, mphefumlo wam, Yondikhaph'iNkosi yam. Ndoya nayo ndingaphiki, Ithi, "Yiza emva kwam." 2 Mandihambe,nawe Yesu, 'Zulwandis' ukholo lwam; Ndonwabil'imini yonke, Xa ukhoyo, Nkosi yam. 3 Mandihambe nawe, Yesu, Uzoyis'iintshaba zam; Unamandla, andinawo, Lawula, Lawula, Nkosi yam. 4 Mandihlale nawe, Yesu, Kwakufik'ukufa kwam; 'Zundamkele eZulwini, Ndiye kuwe, Nkosi yam. Amen.