Перейти к содержимому

Soyika iminyanya

Daluxolo Hoho

0:00 / 0:00

Soyika iminyanya

2 011 просмотров · 8 лет назад
Daluxolo Hoho
128 тыс. подписчиков
2 011 просмотров · 8 лет назад
Siland'ibuyambo soyik'iminyanya, mawethu ngezivideo ndakha imbali eyakubonwa zizizukulwana zethu... azibongi ezimbongi zitshentul'iingca ngezilevu... UZotsho noMagazi ziimbongi endadibana nazo kwindibano yeNkolo kaNtu kumbutho weXhanti lomthonyanya... Ukuzivula kwenu ke ezivideo kuko okundikhuthazela ekubeni ndingalali ndijikeleze ndikhangela izinto endicinga ukuba niyakuzithanda njengalevideo ke... Ndipheka iDVD kungekudala ndizakuyigqiba... Ndiqinisekile nakugxeka nikholwa... Camagu!!!