Перейти к содержимому

Sibathanda njani onyana bethu?

Ikhaba alithenjwa

0:00 / 0:00

Sibathanda njani onyana bethu?

107 просмотров · 2 дн. назад
Ikhaba alithenjwa
9 подписчиков
107 просмотров · 2 дн. назад
Xa sithetha ngokukhulisa onyana bethu sisoloko sithetha ngokomelela ngengathi bona abanantliziyo ibuvayo ubuhlungu. Ndihlaba ikhwelo mzi ontsundu lokuba sitshintshe ukwenza ukuze kutshintshe nezimo zodushe esizibonayo phakathi kwabasetyhini nabasebuhlanti.