Перейти к содержимому

Thixo ulilanga lethu Uyakhanya phezu kwethu (HD) | Braamfontein Wesley Guild 11th Annual Revival

Methodist Content

0:00 / 0:00

Thixo ulilanga lethu Uyakhanya phezu kwethu (HD) | Braamfontein Wesley Guild 11th Annual Revival

2 338 просмотров · 1 год назад
Methodist Content
19,7 тыс. подписчиков
2 338 просмотров · 1 год назад
1. Thixo,ulilanga lethu Uyakhanya phezu kwethu; Umphefumlo ungabona Apho uhambela khona. 2. Thixo ulikhaka lethu. Asoyik'intshaba zethu, Zonke ziyasongwa nguwe, Soza ngokonwaba kuwe. 3. Wosiphatha ngobubele, Wosinika ubungcwele, Wopha abakhonzayo, Okuthamsanqelekayo. 4. Ithamsanqa elikhulu Ithamsanqa lelezulu. Likho kothembayo kuwe; Ngokuba ethandwa nguwe.